Ukumkani wathi: “Ngaba yintoni oyisweleyo ngoku ulapha, le nto ufuna ukugoduka?”Ke yena waphendula wathi: “Hayi, andiswele nto, kodwa noko ndikhulule!”