1 Yookumkani 10:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uSolomon wayiphendula yonke imibuzo yakhe; ayikho into eyamxakayo ukumkani kwiingcaciso awayezifuna.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:1-12