1 Yookumkani 10:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani lo isiliva wayenza yaxhaphaka eJerusalem oku kwamatye, umsedare wamninzi njengomthombe esihlanjeni.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:19-29