1 Yookumkani 10:19 Ibhayibhile (XHO96)

Esi sihlalo sasinamanqwanqwa okunyuka amathandathu, umva waso ungqukuva phezulu phaya. Macala eso sihlalo sasineendawo zokubeka iingalo, kananjalo kukho nemifanekiso emibini yeengonyama isiphahlile.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:16-20