1 Yookumkani 1:9 Ibhayibhile (XHO96)

UAdoniya wathatha iigusha neenkomo namathole atyetyisiweyo wenza idini elityeni likaZohelete ngase-En-rogeli. Wabamema bonke abaninawe bakhe, oonyana bakakumkani, nawo onke amadoda akwaJuda angamaphakathi komkhulu.

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:2-16