1 Yookumkani 1:42 Ibhayibhile (XHO96)

Esabuza njalo kwathi gqi uJonatan unyana wombingeleli uAbhiyatare. UAdoniya wathi: “Ngena! Umntu ohlonipheke njengawe lo unokuba usiphathele iindaba ezimnandi.”

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:39-46