1 Yookumkani 1:39 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku umbingeleli uZadoki waluthatha uphondo lwamafutha awayelufumene *esibingelelweni, waza ke wathambisa uSolomon ngaloo mafutha. Bakhalisa isigodlo, baza bonke abantu bakhwaza bathi: “Phil' ud' ukhokhobe, kumkani Solomon!”

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:35-45