1 Yookumkani 1:36 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uBhenaya unyana kaJoyada wamphendula ukumkani wathi: “Makube njalo! Ngamana watsho noNdikhoyo uThixo wenkosi yam ukumkani!

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:27-43