1 Yookumkani 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

Behla benyuka ke apho kwaSirayeli, bekhangela loo nzwakazi, bada ke bafumana uAbhishagi umShunemikazi. Bamthatha ke, bamzisa apho kukumkani.

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:1-5