1 Yookumkani 1:23 Ibhayibhile (XHO96)

Waxelelwa ke ukumkani kwathiwa: “Nanku umshumyeli uNatan.” Wangena ke, waya kukumkani, wafika wakhahlela, waqubuda ngobuso bakhe emhlabeni.

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:21-25