1 Yookumkani 1:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kungenjalo ke, mhlekazi, uya kuthi nje ukuba ufe ulaliswe nooyihlo, mna nonyana wam uSolomon siphathwe njengabangcatshi.”

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:19-29