1 Yookumkani 1:13 Ibhayibhile (XHO96)

Yiya kukumkani uDavide, uthi kuye: ‘Mhlekazi, kumkani, kanene wawungafunganga kum wathi: “Ngenene unyana wakho uSolomon woba ngukumkani emva kwam, angene esihlalweni sam”? Ngani ke ngoku kungene uAdoniya abe ngukumkani?’

1 Yookumkani 1

1 Yookumkani 1:5-18