1 Yeziganeko 9:4 Ibhayibhile (XHO96)

Nazi iinkulu zabendlu kaJuda ababehlala eJerusalem: Kwinzala kaPereze, unyana kaJuda, inkulu ngu-Utayi, unyana ka-Amihudi, unyana kaOmri, unyana kaImri, unyana kaBhani.

1 Yeziganeko 9

1 Yeziganeko 9:1-11