1 Yeziganeko 9:17 Ibhayibhile (XHO96)

Naba abagcini-masango bendlu kaThixo ababehlala eJerusalem: nguShalum, noAkubhi, noTalmon, noAhiman, nabantakwabo. Intloko yabo ibinguShalum.

1 Yeziganeko 9

1 Yeziganeko 9:16-19