1 Yeziganeko 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ababingeleli ababeziinkulu zezindlu babeliwaka elinamakhulu asixhenxe anamashumi amathandathu. Babeziingcungela kumsebenzi wendlu kaThixo.

1 Yeziganeko 9

1 Yeziganeko 9:7-18