1 Yeziganeko 8:13-26-27 Ibhayibhile (XHO96)

13. OoBheriya noShema babeziinkulu zezindlu ezazimi eAyalon zaza zabagxotha abemi baseGati.

14. Kwinzala kaBheriya kukho uAhiyo, noShashaki, noYeremoti,

15. noZebhadiya, noAradi, noEdere,

16. noMikayeli, noIshpa, noYoha.

17-18. Oonyana bakaElipali nguZebhadiya, noMeshulam, noHizeki, noHebhere, noIshmerayi, noYeziliya, noJobhabhi.

19-21. Oonyana bakaShimeyi nguYakim, noZikri, noZabhedi, noElihenayi, noZiletayi, noEliyeli, noAdaya, noBheraya, noShimrati.

22-25. Oonyana bakaShashaki nguIshpan, noHebhere, noEliyeli, noAbhedon, noZikri, noHanan, noHananiya, noElam, noAntotiya, noIfediya, noPenuweli.

26-27. Oonyana bakaJeroham nguShamsherayi, noShehariya, noAtaliya, noYareshiya, noEliya, noZikri.

1 Yeziganeko 8