1 Yeziganeko 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana bakaTola ngu-Uzi, noRefaya, noJeriyeli, noYamayi, noIbhesam, noSamweli. Babeziinkulu zezindlu zakwaTola. Ngemihla kaDavide amadoda akwaTola anokungena emkhosini ayengamashumi amabini anambini amawaka anamakhulu amathandathu.

1 Yeziganeko 7

1 Yeziganeko 7:1-6