1 Yeziganeko 6:63 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana bakaMerari ngokwezindlu zabo bazabelwa ngeqashiso iidolophu ezilishumi elinambini esizweni sakwaRubhen nasesizweni sakwaGadi nasesizweni sakwaZebhulon.

1 Yeziganeko 6

1 Yeziganeko 6:56-69