1 Yeziganeko 6:32 Ibhayibhile (XHO96)

Babethwele uxanduva lokulungiselela ngeengoma kwisibingelelo esiyintente, wada ukumkani uSolomon wayakha indlu kaNdikhoyo eJerusalem. Umsebenzi wabo babewuqhuba ngokwemiqathango abayibekelweyo.

1 Yeziganeko 6

1 Yeziganeko 6:25-42