1 Yeziganeko 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngemihla kaSawule amaRubhen aqhwaya imfazwe, alwa namaHagri, aza awoyisa. Ayithimba ke imizi yamaHagri kuwo wonke umhlaba ongakwimpuma yeGiliyadi.

1 Yeziganeko 5

1 Yeziganeko 5:1-12