1 Yeziganeko 5:1 Ibhayibhile (XHO96)

Naba oonyana bakaRubhen, amazibulo kaSirayeli. (Ke wahluthwa ubuzibulo bakhe kuba wasixabhela isilili sikayise, baza ubuzibulo bakhe banikwa oonyana bakaJosefu unyana kaSirayeli. Emilibeni yokuzalwa akasabalwa ke ukuba ungowamazibulo.

1 Yeziganeko 5

1 Yeziganeko 5:1-4