1 Yeziganeko 3:15-18 Ibhayibhile (XHO96)

15. Oonyana abane bakaYosiya ngokuzana kwabo nguYohanan, uJoyakim, uZedekiya, noShalum.

16. Abangene ezihlangwini zikaJoyakim ngunyana wakhe uJoyakin yaza yaba nguZedekiya.

17. Nantsi inzala kaJoyakin owathinjwayo: Oonyana bakaJoyakin nguShelatiyeli,

18. noMalkiram, noPedaya, noShenazare, noYekamiya, noHoshama, noNedabhiya.

1 Yeziganeko 3