Kulo msebenzi wokwakhiwa kwendlu kaThixo zanikela igolide engaphezu kwekhulu elinamashumi asixhenxe eetoni, neetoni zesiliva ezingaphezu kwamakhulu amathathu anamashumi amane, neetoni zobhedu ezikwisithuba samakhulu amathandathu anamashumi amabini, neetoni zentsimbi ezingaphezu kwamawaka amathathu anamakhulu amane.