1 Yeziganeko 29:27 Ibhayibhile (XHO96)

USirayeli wamlawula iminyaka engamashumi amane: yaba sixhenxe eHebron, yaza yangamashumi amathathu anantathu eJerusalem.

1 Yeziganeko 29

1 Yeziganeko 29:24-30