1 Yeziganeko 29:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ngomhla olandelayo ke kwenzelwa *uNdikhoyo amadini; bamenzela amadini atshiswayo ngewaka leenkunzi zeenkomo, iwaka leenkunzi zeegusha, newaka lamaxhwane angamaduna, kunye neminikelo ethululwayo, kwaneminye iminikelo, yonke iyintabalala enikelwa egameni lamaSirayeli ewonke jikelele.

1 Yeziganeko 29

1 Yeziganeko 29:13-23