Ke kaloku uDavide wabonga *uNdikhoyo phambi kwalo lonke ibandla likaSirayeli, wathi:“Ungowokubongwa, wena Ndikhoyo,Thixo kabawo wethu uSirayeli,kuse ephakadeni lasemaphakadeni.