1 Yeziganeko 28:4 Ibhayibhile (XHO96)

“Kambe ke uNdikhoyo uThixo kaSirayeli unyule mna kwindlu kabawo, ukuze ndilawule ngonaphakade kwaSirayeli. Wanyula uJuda ukuba abe yinkokheli, waza ke kwindlu kaJuda wanyula umzi kabawo; koonyana bakabawo ke wabona kufanelekile ukuba andenze ukumkani kwaSirayeli.

1 Yeziganeko 28

1 Yeziganeko 28:1-14