1 Yeziganeko 27:21 Ibhayibhile (XHO96)

kwisiqingatha sesizwe sikaManase esiseGiliyadi: yayinguIdo unyana kaZakariya;kwaBhenjamin yayinguYasiyeli unyana ka-Abhinere;

1 Yeziganeko 27

1 Yeziganeko 27:13-25