1 Yeziganeko 26:31 Ibhayibhile (XHO96)

Inkulu yamaHebron yayinguJeriya. Ngonyaka wamashumi amane elawula uDavide yaphandwa inzala kaHebron, kwafunyanwa amaHebron angamagorha eYozere kummandla waseGiliyadi.

1 Yeziganeko 26

1 Yeziganeko 26:30-32