1 Yeziganeko 26:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kwinzala kaIzare uKenaniya noonyana bakhe baphathiswa umsebenzi ongenguwo owendlu kaThixo. Lo msebenzi wawukukugcina ucwangco nokuthetha amatyala akwaSirayeli.

1 Yeziganeko 26

1 Yeziganeko 26:20-30