1 Yeziganeko 26:10-11 Ibhayibhile (XHO96)

KumaMerari yayinguHosa noonyana bakhe abane: uShimri, noHilekiya, noTebhaliya, noZekariya. UShimri wamiselwa ubukhulu nguyise nakuba wayengelozibulo. Kwinzala nezizalwane zikaHosa abagcini-masango kwindlu kaThixo babelishumi elinantathu.

1 Yeziganeko 26

1 Yeziganeko 26:1-15