1 Yeziganeko 23:28 Ibhayibhile (XHO96)

Umsebenzi wabaLevi aba ke yayikukunceda inzala ka-Aron kumsebenzi wendlu kaNdikhoyo: ukujonga iinkundla namagumbi azo, ukuhlanjululwa kwezinto ezingcwele, nokujongana nayo yonke eminye imisebenzi yendlu kaThixo.

1 Yeziganeko 23

1 Yeziganeko 23:26-32