1 Yeziganeko 23:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ezi ke yayizizizukulwana zikaLevi ngokwezindlu zazo – iinkulu zezindlu ngokwamagama okubhaliswa kwazo zibalwa ngazinye, abasebenzi abaminyaka imashumi mabini nangaphezulu, abo babelungiselela endlwini kaNdikhoyo.

1 Yeziganeko 23

1 Yeziganeko 23:19-32