1 Yeziganeko 23:17 Ibhayibhile (XHO96)

Inkulu yoonyana bakaElizere nguRehabhiya. UElizere akazalanga wumbi unyana ngaphandle koRehabhiya, kodwa uRehabhiya wazala oonyana abaninzi gqitha.

1 Yeziganeko 23

1 Yeziganeko 23:7-19