1 Yeziganeko 23:10-11 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana bakaShimeyi bane: nguYahati owamazibulo, kulandele uZina, ibe nguJewushe noBheriya. Ke uJewushe noBheriya babengenanyana baninzi, yaza inzala yabo yabalelwa ekubeni yindlu enye.

1 Yeziganeko 23

1 Yeziganeko 23:5-21