1 Yeziganeko 22:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke kwafika ilizwi likaNdikhoyo kum, lisithi: ‘Wena uliphalaze gqitha igazi; ulwe iimfazwe ezininzi gqitha. Ngoko ke asinguwe oya kulakhela indlu igama lam, kuba wena uphalaze igazi elininzi gqitha emhlabeni phambi kwam.

1 Yeziganeko 22

1 Yeziganeko 22:1-11