1 Yeziganeko 22:10 Ibhayibhile (XHO96)

Nguye ke oya kulakhela indlu igama lam. Yena uya kuba ngunyana wam, mna ndibe nguYise. Ewe, mna ndiya kusizinzisa isihlalo sombuso wakhe phezu koSirayeli kude kube ngunaphakade.’

1 Yeziganeko 22

1 Yeziganeko 22:9-12