1 Yeziganeko 21:8 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wathi kuThixo: “Ewe, ndenze into embi gqitha ngesi senzo. Ngoko ke ndiyakubongoza bususe ubutyala bam, mna sicaka sakho. Ndenze into yobutyhakala.”

1 Yeziganeko 21

1 Yeziganeko 21:1-12