1 Yeziganeko 21:13 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide waphendula wathi kuGadi: “Ndisengxakini enkulu. Kodwa ke kubhetele ndiwele ezandleni zikaNdikhoyo, kuba inkulu inceba yakhe. Ewe, andikunqweneli ukuwela ezandleni zabantu.”

1 Yeziganeko 21

1 Yeziganeko 21:6-15