1 Yeziganeko 2:9-11 Ibhayibhile (XHO96)

9. Oonyana bakaHezeron nguJerameli, noRam, noKelubhayi.

10. URam wazala uAminadabhi, uAminadabhi wazala uNashon, inkulu yamaJuda.

11. UNashon wazala uSalma, uSalma wazala uBhowazi,

1 Yeziganeko 2