1 Yeziganeko 2:3 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana bakaJuda nguEre, no-Onan, noShela, oonyana abathathu abazelwe ngumKananakazi uBhashuwa. Ke uEre, amazibulo kaJuda, zange amkholise *uNdikhoyo, waza wambulala.

1 Yeziganeko 2

1 Yeziganeko 2:1-6