1 Yeziganeko 19:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uDavide wathi: “Mandimenzele ububele uHanun, unyana kaNahashe, kuba uyise wandenzela ububele.” Wathumela izigidimi ke uDavide ukuba ziye kukhuza ukumkani uHanun ngenxa kayise.Athe ke loo madoda akufika kuHanun kwelama-Amon, eze kumkhuza,

1 Yeziganeko 19

1 Yeziganeko 19:1-11