1 Yeziganeko 19:15 Ibhayibhile (XHO96)

Athe ke ama-Amon akubona ama-Aram ebaleka, asuka nawo abaleka angena ngaphakathi esixekweni, esaba kuAbhishayi umntakwabo-Jowabhi. Ngoko ke uJowabhi wajika waya eJerusalem nomkhosi wakhe.

1 Yeziganeko 19

1 Yeziganeko 19:9-19