1 Yeziganeko 19:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uJowabhi wabona ukuba uphahlwe ngumkhosi ngaphambili nangasemva. Ngoko ke wakhetha awona mabutho aphambili kwaSirayeli, wawamisa ajongana nama-Aram.

1 Yeziganeko 19

1 Yeziganeko 19:3-18