1 Yeziganeko 18:10 Ibhayibhile (XHO96)

Wandulula unyana wakhe uHadoram ukuba ase imibuliso yakhe kukumkani uDavide, avuyisane naye ngokoyisa kwakhe uHadadizere owalwa kaninzi-ninzi nokumkani uToyu. UHadoram waphathela uDavide izipho ezenziwe ngegolide nangesiliva nangobhedu.

1 Yeziganeko 18

1 Yeziganeko 18:9-12