1 Yeziganeko 18:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ekuhambeni kwexesha uDavide wawahlasela amaFilistiya wawoyisa, wayihlutha iGati namaphandle ayingqongileyo, ayabi sabakho phantsi kwamaFilistiya.

1 Yeziganeko 18

1 Yeziganeko 18:1-10