1 Yeziganeko 17:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Ke ngoko, yithi kuDavide isicaka sam: ‘Utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi: Wena Davide ndakuthatha emadlelweni, ekwaluseni iigusha, ndakwenza umlawuli wabantu bam amaSirayeli.

1 Yeziganeko 17

1 Yeziganeko 17:6-12