1 Yeziganeko 15:2 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wathi: “Le tyesi kaThixo ayinakuthwalwa mntu wumbi ngaphandle kwabaLevi, kuba ngabo abanyulwayo *nguNdikhoyo ukuze bayithwale balungiselele endlwini yakhe kude kube ngunaphakade.”

1 Yeziganeko 15

1 Yeziganeko 15:1-11