1 Yeziganeko 15:16 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wayalela izikhulu zabaLevi, wathi mazimise abanye kumawabo babe ziimvumi, bamemelele becula iingoma bekhatshwa zizikhalisi: imirhubhe, iihapu, namacangci.

1 Yeziganeko 15

1 Yeziganeko 15:14-24