1 Yeziganeko 14:8 Ibhayibhile (XHO96)

Zakuvakala kumaFilistiya iindaba zokuba uDavide uthanjiswe waba ngukumkani wakwaSirayeli, akhupha umkhosi wawo, emfuna. Uthe akuyiva loo nto uDavide wasuka waya kuwahlangabeza.

1 Yeziganeko 14

1 Yeziganeko 14:2-17